1
uMateyu uMateyu 27:46
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ke kaloku, malunga nelixa lesithoba, wadanduluka uYesu ngezwi elikhulu, esithi, Eli! Eli! Lama sabhaktani! Oko kukuthi, Thixo wam, Thixo wam, undishiye ngani na?
Compare
Explore uMateyu uMateyu 27:46
2
uMateyu uMateyu 27:51-52
Lasuka ikhuselo lengcwele lakrazuka kubini, lithabathela phezulu lada lesa phantsi; Wanyikima umhlaba, namawa acandeka; Amangcwaba avuleka; yaza yavuka imizimba emininzi yabangcwele ababelele
Explore uMateyu uMateyu 27:51-52
3
uMateyu uMateyu 27:50
uYesu, ephinde wadanduluka ngelizwi elikhulu, wawukhupha umoya.
Explore uMateyu uMateyu 27:50
4
uMateyu uMateyu 27:54
Ke kaloku umthetheli-khulu, nabo babelinda uYesu naye, bakubona ukunyikima oko, nezo zinto zenzekileyo, boyika kakhulu, besithi, Inyaniso, lo ebenguNyana kaThixo.
Explore uMateyu uMateyu 27:54
5
uMateyu uMateyu 27:45
Kuthe ke, kuthabathele kwilixa lesithandathu, kwada kwesa kwilixa lesithoba, kwehla ubumnyama phezu kwawo wonke umhlaba.
Explore uMateyu uMateyu 27:45
6
uMateyu uMateyu 27:22-23
Athi uPilato kubo, Ndimenzeni na ke uYesu ekuthiwa nguKristu? Bathi kuye bonke, Makabethelelwe emnqamlezweni. Yathi ke irhuluneli, Kuba enze bubi buni na? Kwaba kukhona ke bakhalayo ngakumbi, besithi, Makabethelelwe emnqamlezweni.
Explore uMateyu uMateyu 27:22-23
Home
Bible
Plans
Videos