1
I‐Genesise 18:14
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kuko into engamnqabelayo UYEHOVA na? Ngexesha elimisiweyo ndiya kubuya ndize kuwe, ekutwaseni kwexesha eli, waeya kuti u‐Sara abe nonyana.
Lee anya n'etiti ihe abụọ
Nyochaa I‐Genesise 18:14
2
I‐Genesise 18:12
Wati u‐Sara ngoko wahleka pakati kwake, esiti: Emveni kwokwalupala kwam sendiya kuba nobuyolo na, inkosi yam indala nje nayo?
Nyochaa I‐Genesise 18:12
3
I‐Genesise 18:18
nxa u‐Abrahame ngenyaniso aya kuba sisizwe esikulu nesinamandla, nanxa zonke izizwe zomhlaba ziya kutanyusanqeliswa ngaye?
Nyochaa I‐Genesise 18:18
4
I‐Genesise 18:23-24
Waye u‐Abrahame wasondela, wati: Kanene uya kububisa abalungileyo kunye nabakohlakeleyo na? Kungabako umhlaumbi amashumi mahlanu abalungileyo pakati kwesixeko; wobubisa na, ungayeki indawo ngenxa yabamashumi mahlanu abalungileyo abakuso?
Nyochaa I‐Genesise 18:23-24
5
I‐Genesise 18:26
Wayesiti UYEHOVA: Ukuba ndiyafumana e‐Sodome amashumi mahlanu abalungileyo pakati kwesixeko, ndiya kwandula ndiyeke yonke indawo ngenxa yabo.
Nyochaa I‐Genesise 18:26
Ulo
Akwụkwọ Nsọ
Atụmatụ
Vidiyo