1
Ivangeli ka‐Johane 2:11
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Oku ukuqala kwemimangaliso yake wakwenza u‐Yesu e‐Kana yase‐Galili, wabonakalisa ubungewalisa bake; baza bakolwa kuye abadisipile bake.
Lee anya n'etiti ihe abụọ
Nyochaa Ivangeli ka‐Johane 2:11
2
Ivangeli ka‐Johane 2:4
Wati u‐Yesu kuye: Ndiyinto nina kuwe, Mfazi? alikafiki ixeshana lam.
Nyochaa Ivangeli ka‐Johane 2:4
3
Ivangeli ka‐Johane 2:7-8
Wati u‐Yesu kubo: Zalisani imipanda ngamanzi. Bayizalisa ke kwada kwakuwo umpeto. Waza wati kubo: Tululani kaloku, nitwalele kumpati womtendeleko. Batwala ke.
Nyochaa Ivangeli ka‐Johane 2:7-8
4
Ivangeli ka‐Johane 2:19
Wapendula u‐Yesu wati kuwo: Ci̔tani itempile le, ndandiya kubuya ndiyimise pakati kwentsuku ntatu.
Nyochaa Ivangeli ka‐Johane 2:19
5
Ivangeli ka‐Johane 2:15-16
Wati akuba ebenze iziniya ngentanjana, wabagxota bonke etempileni, kwa nezimvu nenkabi, wapalaza imali yabananeli, netafile zabo wazipenula; nabo abebetengisa ngamahobe watsho kubo ukuti: Susani apa ezizinto: ningayenzi indlu KABAWO indlu yentengo.
Nyochaa Ivangeli ka‐Johane 2:15-16
Ebe Mmepe Nke Mbụ Nke Ngwá
Akwụkwọ Nsọ
Atụmatụ Ihe Ogụgụ Gasị
Vidiyo Gasị