1
Ivangeli ka‐Luke 19:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba unyana wesintu weza ukufuna nokusindisa okulahlekileyo.
Compară
Explorează Ivangeli ka‐Luke 19:10
2
Ivangeli ka‐Luke 19:38
besiti: Makatanyusanqeliswe ukumkani ozayo egameni LIKAYEHOVA! Uxolo lube sezulwini, nobungcwalisa enyangweni yapezulu!
Explorează Ivangeli ka‐Luke 19:38
3
Ivangeli ka‐Luke 19:9
Wayesiti u‐Yesu kuye: Namhla usindiso lufikile kulendlu, ngokokuba naye ungunyana ka‐Abrahame.
Explorează Ivangeli ka‐Luke 19:9
4
Ivangeli ka‐Luke 19:5-6
Wati akufika kulondawo, wabeka pezulu u‐Yesu, wayibona, wati kuyo: Zakeyu! nxama uhle; ngokuba namhla ndifanele ukuhlala endlwini yako. Yaza yanxama yehla, yamamkela ivuya.
Explorează Ivangeli ka‐Luke 19:5-6
5
Ivangeli ka‐Luke 19:8
Wema ke u‐Zakeyu, wati KWINKOSI: Bona ke, isiqingata sempahla yam, Nkosi! ndiyasipa amahlwempu; nokuba kuko ondimhlutileyo into ngokulumkisa, ndiyabuyekeza ngento epindiweyo kane.
Explorează Ivangeli ka‐Luke 19:8
6
Ivangeli ka‐Luke 19:39-40
Baza inxenye yabafarisi basesihlweleni bati kuye: Mfundisi! tetisa abadisipile bako. Waza wapendula wati kubo: Nditi kuni: Ukuba aba bati tu, amatye aya kudanduluka.
Explorează Ivangeli ka‐Luke 19:39-40
Acasă
Biblia
Planuri
Videoclipuri