1
I‐Genesise 41:16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Waza u‐Josefe wapendula ku‐Faro, esiti: Akuko kum oko. UTIXO wopendula u‐Faro ngoxolo.
Linganisha
Chunguza I‐Genesise 41:16
2
I‐Genesise 41:38
Waza wati u‐Faro ezicakeni zake: Singafumana onjengalo yinina, indoda U‐MOYA KATIXO ukuyo?
Chunguza I‐Genesise 41:38
3
I‐Genesise 41:39-40
Waye u‐Faro wati ku‐Josefe: Ekubeni UTIXO ekwazisile konke oku, akuko mntu ongangawe ekuqondeni nasekulumkeni. Woba wena upezu kwendlu yam, nangelizwi lako baya kuzilungisa bonke abantu bam; kupela eteroneni ndiya kuba mkulu kuwe.
Chunguza I‐Genesise 41:39-40
4
I‐Genesise 41:52
Negama lowesibini walibiza ngo‐Frayime: Ngokuba UTIXO, watsho, undicumisile elizweni lokubandezelwa kwam . .
Chunguza I‐Genesise 41:52
5
I‐Genesise 41:51
Waza u‐Josefe wabiza igama lowamazibulo ngo‐Manase: Ngokuba UTIXO, watsho, endilibalisile lwonke usizi lwam, kwa nayo yonke indlu kabawo . .
Chunguza I‐Genesise 41:51
Nyumbani
Biblia
Mipango
Video