1
OOKUMKANI II 7:1
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Wathi uElisha, Liveni ilizwi likaYehova. Útsho uYehova ukuthi, Eli xa ngomso iseha• yomgubo ocoliweyo yoba yishekele,• neeseha zombini zerhasi zoba yishekele esangweni lakwaSamari.
Thelekisa
Phonononga OOKUMKANI II 7:1
2
OOKUMKANI II 7:3
Ke kaloku kwakukho amadoda amané aneqhenqa ngaphandle kwesango. Yathi enye kwenye, Sihlaléleni na apha, side sife?
Phonononga OOKUMKANI II 7:3
3
OOKUMKANI II 7:2
Wamphendula umfo wakwaThixo umphathi-mkhosi, abesayama esandleni sakhe ukumkani, wathi, Yabona, khona ukuba uYehova wenzé iifestile ezulwini, ingabakho na loo nto? Wathi yena, Khangela, ùya kuyibona loo nto ngamehlo akho, ungadli kuyo.
Phonononga OOKUMKANI II 7:2