1
UYOBHI 18:5
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Noko nokukhanya oku kongendawo kuya kucinywa, Lingabi mhlophe ilangatye lomlilo wakhe.
Thelekisa
Phonononga UYOBHI 18:5
2
UYOBHI 18:6
Ukukhanya kuya kwenziwa mnyama ententeni yakhe, Nesibane sakhe sicinywe phezu kwakhe.
Phonononga UYOBHI 18:6