Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka UYOBHI 33

1

UYOBHI 33:14

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kanti, hayi, ngendlela enye uThixo uyathetha, Nangezimbini, ke akukhathalwa.

Thelekisa

Phonononga UYOBHI 33:14

2

UYOBHI 33:15-18

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ephupheni, embonweni wasebusuku, Bakuwelwa bubuthongo obukhulu abantu, Ekozeleni elukhukweni; Uzityhila oko iindlebe zabantu, Akutywine akuvingce ukuthethiswa kwabo, Ukuze amthinte umntu ekwenzeni into, Agubungele uqhankqalazo lomfo; Awunqande umphefumlo wakhe esihogweni, Nobomi bakhe bungagqitheli emkhontweni.

Thelekisa

Phonononga UYOBHI 33:15-18

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest