1
UYOBHI 36:11
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ukuba bathe beva, bamkhonza, Boyigqiba imihla yabo ekulungeni, Neminyaka yabo ebumnandini.
Thelekisa
Phonononga UYOBHI 36:11
2
UYOBHI 36:5
Yabona, uThixo unamandla, akacekisi bani; Unamandla ngokuqina kwengqondo.
Phonononga UYOBHI 36:5
3
UYOBHI 36:15
Úyamhlangula olusizana ngeentsizi zakhe, Ayityhile indlebe yakhe ngokuxinwa kwabo.
Phonononga UYOBHI 36:15