1
IINDUMISO 103:2
IZIBHALO EZINGCWELE
Mbonge uYehova, mphefumlo wam, Ungayilibali yonke impatho yakhe entle
Thelekisa
Phonononga IINDUMISO 103:2
2
IINDUMISO 103:3-5
Uloxolela bonke ubugwenxa bakho; Ulophilisa zonke izifo zakho; Ulokhulula ubomi bakho esihogweni, Akuthi jize ngenceba nemfesane; Lo uwuzalisayo umlomo wakho ngento elungileyo, Buhlaziyeke ubutsha bakho njengobokhozi.
Phonononga IINDUMISO 103:3-5
3
IINDUMISO 103:1
Mbonge uYehova, mphefumlo wam, Ilibonge igama lakhe elingcwele into yonke engaphakathi kwam.
Phonononga IINDUMISO 103:1
4
IINDUMISO 103:13
Kunjengokusikwa yimfesane koyise kubantwana, Ukusikwa yimfesane kukaYehova kwabamoyikayo.
Phonononga IINDUMISO 103:13
5
IINDUMISO 103:12
Kunjengokuba kude kwempumalanga entshonalanga, Ukulukhwelelisa kwakhe kuthi ukreqo lwethu
Phonononga IINDUMISO 103:12
6
IINDUMISO 103:8
Unemfesane enobabalo uYehova, Uzeka kade umsindo, mkhulu ngenceba.
Phonononga IINDUMISO 103:8
7
IINDUMISO 103:10-11
Akenzi kuthi ngokwezono zethu, Akasiphathi ngokobugwenxa bethu; Ngokuba injengokuphakama kwezulu phezu komhlaba, Ukuba namandla, inceba yakhe kwabamoyikayo
Phonononga IINDUMISO 103:10-11
8
IINDUMISO 103:19
UYehova uyizinzisile emazulwini itrone yakhe, Ubukumkani bakhe bulawula into yonke.
Phonononga IINDUMISO 103:19
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo