1
1 KWABASETESALONIKA 4:17
IBHAYIBHILE
nathi ke baya kuba besaphila ngelo xesha sixhwilwe sidibane nabo emafini, size sihlangane neNkosi esibhakabhakeni. Ke siya kuhlala neNkosi njalo-njalo.
Thelekisa
Phonononga 1 KWABASETESALONIKA 4:17
2
1 KWABASETESALONIKA 4:16
Liya kuhlokoma ilizwi lesiphatha-zithunywa, sivakale nesandi sexilongo likaThixo, ize iNkosi ngokwayo ihle ezulwini. Bothi abo bafa bemanywe noKrestu bavuke kuqala
Phonononga 1 KWABASETESALONIKA 4:16
3
1 KWABASETESALONIKA 4:3-4
UThixo uthanda ukuba nibe nyulu, nikucezele ukurheletya. Umntu ofuna umfazi makathathe umfazi ahlale naye ngobunyulu nembeko
Phonononga 1 KWABASETESALONIKA 4:3-4
4
1 KWABASETESALONIKA 4:14
Kaloku siyakholwa ukuba uYesu wafa, wabuya wavuka. Ngokukwanjalo ke nâbo bafe bemanywe noYesu uThixo uya kubabuyisa kunye noYesu.
Phonononga 1 KWABASETESALONIKA 4:14
5
1 KWABASETESALONIKA 4:11
Nokuba yintoni na imeko ibhongo lenu malibe kukuhlala ngoxolo, ningagxuphuleki kwimicimbi yabanye abantu. Philani kukubila kwamabunzi enu njengoko ndandiniyalele.
Phonononga 1 KWABASETESALONIKA 4:11
6
1 KWABASETESALONIKA 4:7
Kaloku uThixo akasibizelanga ekungcoleni, koko ufuna sibe nyulu.
Phonononga 1 KWABASETESALONIKA 4:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo