1
UISAYA 23:18
IBHAYIBHILE
Loo mali ke iyizuze kwezorhwebo iya kuyinikela kwezikaNdikhoyo. Ewe, loo mali ayiyi kugcinwa, koko iya kusetyenziswa ngâbo banqula uNdikhoyo, bathenge ukutya nezingayiwayo izinxibo.
Thelekisa
Phonononga UISAYA 23:18
2
UISAYA 23:9
*NguNdikhoyo uSomandla-onke oyicebileyo, khon' ukuze aliphelise ikratshi labo, lutsho ludake udumo lwabaziwayo.
Phonononga UISAYA 23:9
3
UISAYA 23:1
Nalu udaba olundilisekileyo olumalunga neTire: Bhombolozani, zinqanawa zaseTashishe! Kaloku yona iTire itshabalele; okwakuzizindlu nezibuko ngamabhodlo nje! Ewe, zisuke zavakala zona iindaba; abebevela eKiti baxelelwa bevile.
Phonononga UISAYA 23:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo