Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka UYOBI 36

1

UYOBI 36:11

IBHAYIBHILE

XHO96

Ukuba ke bayamva bemthobela uThixo, boyigqiba imihla yabo bexhamla indyebo, neminyaka yabo ibe yeyokwaneliseka.

Thelekisa

Phonononga UYOBI 36:11

2

UYOBI 36:5

IBHAYIBHILE

XHO96

UThixo womelele, kodwa akadeleli mntu; unamandla, nolwazi lwakhe alugungqi.

Thelekisa

Phonononga UYOBI 36:5

3

UYOBI 36:15

IBHAYIBHILE

XHO96

Kambe uThixo uyabafundisa abantu nangehambo-nzima; ubavula iindlebe ngokusebenzisa nembandezelo.

Thelekisa

Phonononga UYOBI 36:15

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest