1
EYONQULO 11:45
IBHAYIBHILE
XHO96
NdinguNdikhoyo owanikhupha eJiputa ukuze ndibe nguThixo wenu. Yibani ngcwele, kuba mna ndingcwele.
Thelekisa
Phonononga EYONQULO 11:45
2
EYONQULO 11:44
Mna ndinguNdikhoyo uThixo wenu. Yibani ngcwele, kuba mna ndingcwele. Musani ukuzifaka umlaza nangasiphi na isidalwa esirhubuluzayo emhlabeni.
Phonononga EYONQULO 11:44