1
Eyokuqala ka‐Samyali 16:7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kodwa UYEHOVA wati ku‐Samyali: Ungakangeli ukubonakala kwake, nobupakamo bobude bake, ngokuba ndimlahlile: ngokuba kungenjengokuba kubonwa ngumntu; ngokuba umntu ebona okupambi kwamehlo, kodwa UYEHOVA ebona okusentliziyweni.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 16:7
2
Eyokuqala ka‐Samyali 16:13
Wandula u‐Samyali watabata upondo oluneoli, wamtambisa pakati kwabakuluwe bake: wati UMOYA KAYEHOVA wehla pezu kwo‐Davide kwa semhleni lowo nangasemva. Wesuka ke u‐Samyali, waya e‐Rama.
Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 16:13
3
Eyokuqala ka‐Samyali 16:11
Walekela u‐Samyali wati ku‐Jese: Kukupela kwabantwana bako aba na? Wayesiti: Kusasele omncinane; kekaloku bona ke, uyalusa igusha. Waza u‐Samyali wati ku‐Jese: Tuma, umtabate; ngokuba singayi kuhlala ngokungqonga, ade afike apa.
Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 16:11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo