Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Izenzo zabapostile 11

1

Izenzo zabapostile 11:26

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

owati akuba emfumene, wamzisa e‐Antiyoki. Kwaza kwati, bahlanganisana neṙemente umnyaka upela, bafundisa isihlwele esikulu: kanjako abadisipile baqala e‐Antiyoki ukubizwa ngegama laba‐Kristu.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 11:26

2

Izenzo zabapostile 11:23-24

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

owati efikile nje, nofefe LUKATIXO elubonile, wavuya, wabayala bonke ukuba mabati ngemvume yentliziyo banamatele KWINKOSI. Ngokuba ebeyindoda elungileyo, ezele NGUMOYA OYINGCWELE nalukolo. Saza isihlwele esikulu songezelelwa KWINKOSI.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 11:23-24

3

Izenzo zabapostile 11:17-18

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ukuba ngoko UTIXO wanika kubo isipo esilingana neso wasinika nakuti, bakukolwa KWINKOSI u‐Yesu Kristu, bendingubanina pofu mna, ukuba ndibe nako ukumalela UTIXO? Bati bakuva ezizinto bayeka, badumisa UTIXO, besiti: Kwa nje ke nakubo abaheyideni UTIXO ulunikile uguquko bube bubomi.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 11:17-18

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Izenzo zabapostile 11

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest