1
I‐Kesodusi 23:25-26
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Naniya kumkonza UYEHOVA, UTIXO wenu, oya kutamsanqelisa isonka sako namanzi ako; ndandiya kususa isifo pakati kwenu. Akuyi kubako osisu sipumayo nodlolileyo ezweni lenu: inani lemihla yako ndolizalisa.
Thelekisa
Phonononga I‐Kesodusi 23:25-26
2
I‐Kesodusi 23:20
BONA ke, ndituma INGELOSI pambi kwako, ukuya kukugcina endleleni nokukuzisa kulondawo endiyilungisileyo.
Phonononga I‐Kesodusi 23:20
3
I‐Kesodusi 23:22
Kodwa ukuba uya kukutala ukuliva ilizwi layo, wenze konke endikutetayo, ndiya kwandula ndibe lutshaba ezintshabeni zako, nomalane kubalane bako.
Phonononga I‐Kesodusi 23:22
4
I‐Kesodusi 23:2-3
Akuyi kulandela abaninzi ngokwenza okubi; kanjalo akuyi kuteta elupikisweni ngokupambukela emva kwabaninzi ukutyekisa ugwebo: nolihlwempu akuyi kumbuka elupikisweni lwake.
Phonononga I‐Kesodusi 23:2-3
5
I‐Kesodusi 23:1
Akuyi kutabata iṙeto elibuxoki: isandla sako ungasibekani nokohlakeleyo ukuba linqi̔na lobudlwengu.
Phonononga I‐Kesodusi 23:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo