Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 1

1

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 1:10

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngokuba kaloku nditomalalisa abantu, UTIXO, kusinina? umhlaumbi ndifuna ukukolisa abantu na? ngokuba abantu ukuba ndibe ndisakolisa bona, ndinge ndingabi ndisisicaka sika‐Kristu.

Thelekisa

Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 1:10

2

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 1:8

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa nakuba siti tina, umhlaumbi iti ingelosi yasezulwini ishumayele kuni ivangeli epambana naleyo sayishumayela kuni, maibe yinto eqalekisiweyo.

Thelekisa

Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 1:8

3

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 1:3-4

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ufefe malube kuni, noxolo, luvela kuye UTIXO uyise, NENKOSI yetu u‐Yesu Kristu, owazinikelayo ngenxa yezono zetu, ukuze asihlangule kulo elikoyo ilizwe elikohlakeleyo, ngokwentando yake UTIXO nobawo wetu

Thelekisa

Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 1:3-4

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 1

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest