Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 2

1

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 2:20

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Ndikuruseshiwe kunye no‐Kristu: akusendim ke mna obudlayo ubomi, kodwa u‐Kristu uyabudla ubomi kum; nobomi endibudlayo ngoku enyameni, ndiyabudla elukolweni, kolwonyana KATIXO, owanditandayo, waza wazinikela ngenxa yam.

Thelekisa

Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 2:20

2

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 2:21

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Andilububisi ufefe LUKATIXO; ngokuba ubulungisa ukuba bungawo umteto, kukona u‐Kristu wafayo kungeko tuba.

Thelekisa

Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 2:21

3

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 2:15-16

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Tina singama‐Juda ngemvelo, asingaboni bakubaheyideni; kanti sisazi nje ukuba umntu akagwetyelwa ngemisebenzi yomteto, ugwetyelwa ngalo ukolo luka‐Yesu Kristu kupela, sati tina nati sakolwa ku‐Kristu Yesu, ukuze sigwetyelwe ngokolo luka‐Kristu, kungabi ngemisebenzi yomteto; ngenxa yokuba kungayi kugwetyelwa namnye umntu ngemisebenzi yomteto.

Thelekisa

Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 2:15-16

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 2

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo