1
U‐Yisaya 2:22
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ncamani umntu, omoya usempumlweni yake; ngokuba eya kubalwa ngokuba yinto nina yena?
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 2:22
2
U‐Yisaya 2:3
Ewe, zohamba izizwe ezininzi, ziti: Yizani, masinyuke siye entabeni KAYEHOVA, endlwini YOTIXO ka‐Yakobi, ukuba asifundise indlela zake, nokuba sihambe emikweni yake; ngokuba umteto uya kupuma e‐Ziyone, nelizwi LIKAYEHOVA e‐Yerusaleme.
Phonononga U‐Yisaya 2:3
3
U‐Yisaya 2:2
Kwakuya kuti emihleni yokupela, intaba yendlu KAYEHOVA yoqiniselwa engcopo yentaba, ipakanyiselwe pezu kwenduli, ziti zonke intlanga zele kuyo.
Phonononga U‐Yisaya 2:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo