1
U‐Jobi 17:9
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Woti olungileyo abambe indlela yake, nozandla zimhlope andise amandla.
Thelekisa
Phonononga U‐Jobi 17:9
2
U‐Jobi 17:3
Kaubeke pantsi ke, ube ngumbambiseli wam pambi kwako; ngubanina lowo oya kubambana nam izandla?
Phonononga U‐Jobi 17:3
3
U‐Jobi 17:1
Umoya wam wonakele, imihla yam inqamkile, amancw̔aba andihlalele.
Phonononga U‐Jobi 17:1
4
U‐Jobi 17:11-12
Imihla yam idlulile, amaqinga am akumkile, — izazelelelo zentliziyo yam. Bayabeka ubusuku esikundleni semini; ukukanya kukufupi, kuvela ebumnyameni.
Phonononga U‐Jobi 17:11-12