1
U‐Jobi 19:25
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ngokuba ndisazi mna ukuba umkululi wam uhleli, nokuba ekupeleni wosuka eme pezu kwomhlaba
Thelekisa
Phonononga U‐Jobi 19:25
2
U‐Jobi 19:27
endiya kumbona mna ngokwam, namehlo am aya kumkangela, engenguye owasemzini: ziyapelela oku izintso zam pakati kwam.
Phonononga U‐Jobi 19:27