Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Jobi 34

1

U‐Jobi 34:21

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngokuba amehlo ake epezu kwendlela zomntu; nawo onke amanyatela ake uyawabona.

Thelekisa

Phonononga U‐Jobi 34:21

2

U‐Jobi 34:32

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

okungapandle kwokubona kwam ndifundise kona wena; ukuba ndenzile ngobumenemene, andiyi kupinda ukwenje njalo.

Thelekisa

Phonononga U‐Jobi 34:32

3

U‐Jobi 34:10-11

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngako oko, madoda okuqonda! pulapulani kum: Makube lé ubumenemene KUTIXO, nobono KUSOMANDLA! Ngokuba umsebenzi wabantu eya kuwubuyekezela kubo, enze ukuba bonke ngabanye bafumane njengokwemikwa yabo.

Thelekisa

Phonononga U‐Jobi 34:10-11

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest