1
Ivangeli ka‐Mateyu 12:36-37
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kodwa nditi kuni: Onke amazwi angendawo, abasukuba bewateta abantu, baya kupendulela wona ngomhla womgwebo: ngokuba ngawo amazwi ako uya kugwetyelwa, nangawo amazwi ako uya kugwetywa.
Thelekisa
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 12:36-37
2
Ivangeli ka‐Mateyu 12:34
Sizukulwanandini senyoka! ningati nina ukuteta izinto ezilungileyo, nikohlakele nje? ngokuba umlomo uteta okuvela ekupupumeni kwentliziyo.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 12:34
3
Ivangeli ka‐Mateyu 12:35
Umntu olungileyo kwimbekelo elungileyo yentliziyo yake uyaku̔pa izinto ezilungileyo; nomntu okohlakeleyo kwimbekelo ekohlakeleyo uyaku̔pa izinto ezikohlakeleyo.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 12:35
4
Ivangeli ka‐Mateyu 12:31
Ngako oko nditi kuni: Konke ukwona nokugxeka baya kuxolelwa kona abantu; kodwa ukumgxeka UMOYA OYINGCWELE abayi kuxolelwa kona abantu.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 12:31
5
Ivangeli ka‐Mateyu 12:33
Yenzani umti ulunge, kulunge nokuqa̔ma kwawo; okanye, yenzani umti ubole, kubole nokuqa̔ma kwawo; ngokuba umti usaziwa ngokuqa̔ma kwawo.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 12:33
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo