1
Amaculo 58:11
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Baye abantu beya kuti: Ngenyaniso kuko umvuzo kuye olungileyo; ngenyaniso kuko UTIXO egweba emhlabeni.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 58:11
2
Amaculo 58:3
Abakohlakeleyo banobusemzini besavela esizalweni; bayalahleka besapuma esiswini, beteta ubuxoki.
Phonononga Amaculo 58:3
3
Amaculo 58:1-2
NIYATETA okulungileyo ngenyaniso na, ntlanganiso? niyagweba ngokufanelekileyo na, bonyana babantu? okunene entliziyweni niyaqinga izikohlakalo; nasemhlabeni niyalinganisa ubudlwengu bezandla zenu.
Phonononga Amaculo 58:1-2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo