1
iZenzo iZenzo 15:11
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ke ngalo ubabalo lweNkosi uYesu Kristu, siyakholwa ukuba sosindiswa kwangohlobo ezisindiswa ngalo nazo.
Thelekisa
Phonononga iZenzo iZenzo 15:11
2
iZenzo iZenzo 15:8-9
uThixo umazi-ntliziyo wazingqinela, ezinika uMoya oyiNgcwele kwanjengathi; akacalula phakathi kwethu nazo, ezihlambulule iintliziyo zazo ngokholo.
Phonononga iZenzo iZenzo 15:8-9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo