1
iZenzo iZenzo 14:15
Contemporary Xhosa Bible 2024
besithi, Madoda, yini na ukuba nenze ezi zinto? Nathi singabantu abeva enikuvayo nina; sinishumayeza iindaba ezilungileyo zokuba nibuye kwaba thixo bangento, nibuyele kuThixo ophilileyo, owenza izulu nomhlaba nolwandle, neento zonke ezikwezo zinto
Thelekisa
Phonononga iZenzo iZenzo 14:15
2
iZenzo iZenzo 14:9-10
Yona leyo yayimva uPawulos ethetha; owathi, eqwalasele kuyo, ebona ukuba inokholo lokusindiswa. Sathi ngezwi elikhulu, Yima, ume ngeenyawo zakho, uthi nkqo. Yatsiba, yahambahamba.
Phonononga iZenzo iZenzo 14:9-10
3
iZenzo iZenzo 14:23
Bathe ke bakuba benyule amadoda amakhulu kwibandla ngebandla, bethandazile kunye nokuzila ukudla, bawayaleza eNkosini awayekholwe kuyo.
Phonononga iZenzo iZenzo 14:23
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo