1
iZenzo iZenzo 13:2-3
Contemporary Xhosa Bible 2024
Bakubon’ ukuba ke bayabusa eNkosini, bezila ukudla, wathi uMoya oyiNgcwele, Ndahluleleni ke uBharnabhas kwanoSawule, baye emsebenzini endibabizele kuwo. Bathe ke, bakuba bezile ukudla, bathandaza, babeka nezandla phezu kwabo, babandulula.
Thelekisa
Phonononga iZenzo iZenzo 13:2-3
2
iZenzo iZenzo 13:39
nakuzo zonke izinto ebeningenako ukugwetyelwa nikhululeke kuzo ngomthetho kaMoses, bonke abakholwayo bayagwetyelwa ngaye yena lowo.
Phonononga iZenzo iZenzo 13:39
3
iZenzo iZenzo 13:47
Kuba isiwisele umthetho ngokunjalo iNkosi, yathi, Ndikubekile ukuba ube lukhanyiselo lweentlanga, ukuze ube ngowosindiso, kude kuse ekupheleni kwehlabathi.
Phonononga iZenzo iZenzo 13:47
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo