1
uIsaya uIsaya 23:18
Contemporary Xhosa Bible 2024
Yaye umsebenzi wakhe nomvuzo wakhe woba ngcwele kuYehova; ayinakugcinwa okanye igcinwe; ngokuba umcimbi wakhe uya kuba ngowabahleli phambi koYehova, badle ukudla okuninzi, neempahla zokuhomba.
Thelekisa
Phonononga uIsaya uIsaya 23:18
2
uIsaya uIsaya 23:9
uYehova wemikhosi ucinge ukungcolisa ubungangamsha balo lonke uzuko, ukuba acukuceze zonke iingangamsha zehlabathi
Phonononga uIsaya uIsaya 23:9
3
uIsaya uIsaya 23:1
Umthwalo weTire. Bhombolozani, zinqanawa zaseTarshishe! Ngokuba ichithakele, akusekho ndlu, akusekho mnyango; bakutyhilelwa kuvela ezweni lamaKitim.
Phonononga uIsaya uIsaya 23:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo