1
IsiThyilelo IsiThyilelo 2:4
Contemporary Xhosa Bible 2024
Noko ke ndinale nto ngakuwe, yokuba uthando lwakho lokuqala walushiyayo.
Thelekisa
Phonononga IsiThyilelo IsiThyilelo 2:4
2
IsiThyilelo IsiThyilelo 2:5
Khumbula ngoko apho uwe usuka khona, uguquke, wenze imisebenzi yokuqala; okanye ndoza kuwe kamsinya, ndisishenxise isiphatho sesibane sakho endaweni yaso, ukuba akuthanga uguquke.
Phonononga IsiThyilelo IsiThyilelo 2:5
3
IsiThyilelo IsiThyilelo 2:10
Musa ukuzoyika izinto oza kubandezeleka ngazo. Yabona, uMtyholi uza kuyiphosa inxenye yenu entolongweni, ukuze nilingwe; Ke niya kuba nembandezelo imihla elishumi; thembekile kude kuse ekufeni, ndokunika isithsaba sobomi.
Phonononga IsiThyilelo IsiThyilelo 2:10
4
IsiThyilelo IsiThyilelo 2:7
Lowo unendlebe makayive into ayithethayo uMoya kuwo amabandla. Lowo weyisayo ndiya kumnika ukuba adle kuwo umthi wobomi, ophakathi kweParadisi kaThixo.
Phonononga IsiThyilelo IsiThyilelo 2:7
5
IsiThyilelo IsiThyilelo 2:2
Ndiyayazi imisebenzi yakho, nokubulaleka kwakho, nomonde wakho, nokuba ungenako ukubathwala abanobubi; nokuba wabalinga abathi bangabapostile, bengengabo, wabafumana bengamaxoki.
Phonononga IsiThyilelo IsiThyilelo 2:2
6
IsiThyilelo IsiThyilelo 2:3
Wanyamezela, waba nomonde, ngenxa yegama lam wabulaleka, akwatyhafa.
Phonononga IsiThyilelo IsiThyilelo 2:3
7
IsiThyilelo IsiThyilelo 2:17
Lowo unendlebe makayive into ayithethayo uMoya kuwo amabandla. Lowo weyisayo ndiya kumnika ukuba adle kuyo imana efihlakeleyo, ndimnike ilitye elimhlophe
Phonononga IsiThyilelo IsiThyilelo 2:17
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo