1
IsiThyilelo IsiThyilelo 4:11
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ufanele, Nkosi yam, ukwamkela uzuko, nembeko, namandla, ngokuba inguwe owadala zonke izinto, nangenxa yokuthanda kwakho zikho, zadalelwa oko.
Thelekisa
Phonononga IsiThyilelo IsiThyilelo 4:11
2
IsiThyilelo IsiThyilelo 4:8
Zaye zone izinto eziphilileyo ezo, iyileyo naleyo, zinamaphiko ngamathandathu ngeenxa zonke; zizele ngamehlo ngaphakathi, zingaphumli imini nobusuku, zisithi, Ingcwele, ingcwele, ingcwele, iNkosi uThixo uSomandla, leyo yayikho, ikhoyo, izayo.
Phonononga IsiThyilelo IsiThyilelo 4:8
3
IsiThyilelo IsiThyilelo 4:1
Emva koko ndabona, nango umnyango uvulekile emazulwini; ilizwi lokuqala endalivayo lalingathi lelexilongo, lithetha nam; elathi, Nyukela apha, ndokubonisa izinto ezimele ukubakho emva kwezi.
Phonononga IsiThyilelo IsiThyilelo 4:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo