Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

OOKUMKANI I 17:1

OOKUMKANI I 17:1 XHO75

Wathi uEliya waseTishbhi, wasezindwendweni zaseGiliyadi, kuAhabhi, Ehleli nje uYehova uThixo wakwaSirayeli, endimi phambi kwakhe, akuyi kukha kubekho mbethe namvula le minyaka, kungengálo ilizwi lam.