Ngoko yibani ngabaxelisa uThixo, ngokwabantwana abaziintánda; nihambe eluthandweni, kwanjengokuba naye uKristu wasithandayo, wazinikela ngenxa yethu, ukuba abe ngumnikelo nedini kuye uThixo, ukuba abe livumba elimnandi.
Funda KWABASE-EFESE 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KWABASE-EFESE 5:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo