Ngoko yibani ngabaxelisa uThixo, ngokwabantwana abaziintánda; nihambe eluthandweni, kwanjengokuba naye uKristu wasithandayo, wazinikela ngenxa yethu, ukuba abe ngumnikelo nedini kuye uThixo, ukuba abe livumba elimnandi.
Funda KWABASE-EFESE 5
Share
Compare All Versions: KWABASE-EFESE 5:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos