Engekalali amadoda, yenyuka yona yaya kuwo phezu kwendlu; yathi kuloo madoda, Ndiyazi ukuba uYehova uninikile eli lizwe; nokuba sìwelwe luqhiphuko-mbilini ngani; nokuba bathé amandla bonke abemi beli lizwe ebusweni benu.
Funda UYOSHUWA 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYOSHUWA 2:8-9
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo