Ngokuba khona apho abathimbi bethu basibiza Izango zengoma; Abathuthumbisi bethu basibiza uvuyo, Besithi, Sivumeleni ingoma yaseZiyon. Singáthini na ukuvuma ingoma kaYehova Emhlabeni wolunye uhlanga?
Funda IINDUMISO 137
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IINDUMISO 137:3-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo