Ke uElisha wazishiya iinkabi ezo, waza wabaleka emva koEliya. Wathi kuye: “Makhe ndiye kwanga utata nomama kuqala, ukuze ke ndihambe nawe.” UEliya waphendula wathi: “Hamba kaloku; andikuthinteli nganto.”
Funda 1 YOOKUMKANI 19
Share
Compare All Versions: 1 YOOKUMKANI 19:20
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos