2 KWABASEKORINTE 8:9

2 KWABASEKORINTE 8:9 XHO96

Kaloku niyasazi isisa seNkosi yethu uYesu Krestu; nangona wayesisityebi, kodwa wazenza ihlwempu ngenxa yenu, ukuze nina nibe zizityebi ngobuhlwempu bakhe.