Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

UDANIYELI 3:29

UDANIYELI 3:29 XHO96

“Ngoko ke ndiwisa umthetho othi nabani na, nowasiphi na isizwe, noba ngowaluphi na uhlanga, noba ngowayiphi na intetho, umntu onyelisa uThixo kaShedreki noMeshaki noAbhednigo – owenza loo nto uya kwenziwa iziqwenga, wona umzi wakhe udilizwe ube yindawo ekuyiwa kuyo ngasese. Kaloku akukho Thixo wumbi unako ukusindisa ngale ndlela.”