UESTERE 8:17

UESTERE 8:17 XHO96

Kwiphondo ngalinye nakwisixeko ngasinye apho sahamba khona eso sihlokomiso, yaba yimincili nochulumanco kumaJuda, ebhiyoza ngezidlo. Ke into eninzi yabantu bezinye iintlanga yaba ngamaJuda ngaloo mini ngenxa yokuba ingenelwe kukuwoyika amaJuda.