Kuwo onke amaphondo nakwizixeko ngezixeko, naphi na apho umyalelo kakumkani nomyalelo wakhe wawufikela khona, amaYuda ayenovuyo nemihlali, imibhiyozo nemini nobumnandi. Abantu abaninzi belizwe baba ngamaYuda; ngokuba bafikelwa kukunkwantya ngamaYuda.
Funda uEstere 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uEstere 8:17
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo