EYEMFUDUKO 21:23-25

EYEMFUDUKO 21:23-25 XHO96

Kodwa ke ukuba umfazi lowo uthe wenzakala, ubomi mabubuyekezwe ngobomi, iliso ngeliso, izinyo ngezinyo, isandla ngesandla, unyawo ngonyawo, umlilo ngomlilo, uduma ngoduma, umvumbo ngomvumbo.