Utsho *uNdikhoyo ukuthi: “Yimani eziphambukeni nikhangele, nibuzise ngomendo wamandulo, niqonde ukuba yiyiphi na indlela eyiyona-yona, nihambe ngayo ke, ukuze nifumane inzolo emphefumlweni. Ke nina nathi: ‘Asiyi kuhamba ngayo!’
Funda UJEREMIYA 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UJEREMIYA 6:16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo