Uthi uNdikhoyo: “Isilumko masingaqhayisi ngobulumko baso; igorha malingaqhayisi ngobugorha balo; nesihandiba masingazidli ngobutyebi baso. Ke lowo uqhayisayo makaqhayise ngokundazi nokundiqonda; kuba mna ndinguNdikhoyo owenza izibele emhlabeni, nokulungileyo, nobulungisa. Nazo ke izinto ezindikholisayo.” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.
Funda UJEREMIYA 9
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UJEREMIYA 9:23-24
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo