Ke ngoko nayiphi na into eniyicela kum ndiya kuyenza, ukuze uYise abonakalise amandla akhe ngoNyana. Nantoni na eniyicela ngegama lam ndiya kuyenza.”
Funda UYOHANE 14
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYOHANE 14:13-14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo