Loo mfazi wathi kuye: “Ndiyazi ukuba *uMesiya, ekuthiwa *nguKrestu, uyeza. Wothi ke akufika asixelele konke.” UYesu wathi kuye: “Nguye kanye lo uthetha nawe.”
Funda UYOHANE 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYOHANE 4:25-26
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo