Wada wateta UYEHOVA ku‐Mosesi, ngokuti: Hamba, uhle; ngokuba abantu bako, abo ububanyusa elizweni le‐Jipete, sebezonakalisile: bapambukile kamsinya endleleni endibe ndibayalele yona; bazenzele itole elityityishiweyo, bazitobile pambi kwalo, balibingele, bati: Aba bangotixo bako, Sirayeli! abakunyusileyo ezweni le‐Jipete.
Funda I‐Kesodusi 32
Share
Compare All Versions: I‐Kesodusi 32:7-8
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos