Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

iEksodus 32:7-8

iEksodus 32:7-8 CXB24

Wathi uYehova kuMoses, Hamba uhle; ngokuba batshabalalisile abantu bakho, owabakhuphayo ezweni laseYiputa. Batyeka kamsinya endleleni leyo ndibawisele umthetho ngayo, bazenzela ithole, baqubuda kulo, babingelela kulo, besithi, Naba oothixo bakho, Sirayeli, onyukileyo ilizwe laseYiputa.