Utsho UYEHOVA ukuti: Isilumko masingaqa̔yisi ngobulumko baso, neṙoti malingaqa̔yisi ngobuṙoti balo; isityebi masingaqa̔yisi ngobutyebi baso; koko lowo uqa̔yisayo makaqa̔yise ngoku, ukuba andiqonde andazi mna, ukuba ndi NGUYEHOVA, owenza ububele, nobugwebo, nobulungisa, emhlabeni; ngokuba ezizinto ndizitanda, utsho UYEHOVA.
Funda U‐Jeremiya 9
Share
Compare All Versions: U‐Jeremiya 9:23-24
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos