Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

Amaculo 15

15
ICULO XV.
Iculo lika‐Davide.
1YEHOVA! ngubanina oya kuhlala ententeni yako? ngubanina oya kuma entabeni yako eyingcwele?
2Ohambayo ngokulungileyo, esenza ngokulungisa, eteta inyaniso ngentliziyo yake; 3ongahlebiyo ngolwimi lwake, engenzi okubi kummelwane wake, engatabati isituko ngakumhlobo wake; 4oti okohlakeleyo uba nokudelwa emehlweni ake, kodwa abo boyika uyehova uyababeka; ofungele okubi, engaguquki noko; 5ongaboleki imali yake ngenxa yenzuzo enkulu, nebaso akalamkeli ngakuye ongenatyala.
Owenza ezizinto akayi kushukunyiswa kude kube ngunapakade.

Currently Selected:

Amaculo 15: XHO1902A

Qaqambisa

Share

Copy

None

Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena